INGXELO EFUNGELWEYO
NGOKWEMIGQALISELO YOKUPHAKANYISWA KOMTHETHO WOLAWULO LWEZOBULUNGISA KA-2000
Mna, osayinileyo, ...(Amagama apheleleyo)
Ndazisa phantsi kwesifungo:
Uphengululo lwesenzo solawulo esichazwe kwisaziso sesicelo sifunwa phantsi kwale miba ilandelayo. (Ngqinisisa kwicandelo 6 lomThetho.)...
Iinyani kunye neemeko athembele kuzo umfaki sicelo ukuxhasa isicelo zingoku kulandelayo. (Ukumisa ingxelo ecacileyo nemfutshane yemiba eyinyani ngokulandelelana kwamaxesha.) ...
Qaphela: (i) Iikopi zawo nawaphi na amaxwebhu ekubhekiselelwe kuwo kufuneka zihlonyelwe.
ii Iingxelo ezifungelweyo zabantu abanokuxela iinyani ngokuxhaswa kwesicelo sophengululo kufuneka kubhekiselwe kuzo kwaye zihlonyelwe.
iii Ingxelo yeenyani ezibonakalayo mazicazululwe ngokwaneleyo ukwenzela ukuba naliphi na iqela elichasayo liphendule izityholo.
Umfaki sicelo ulugqibile ulungiso lwangaphakathi ngokuthatha la manyathelo alandelayo OKANYE ezi meko zikhethekileyo zilandelayo zikhona ezinika ubulungisa kwinkundla ekukhupheleni ngaphandle umfaki sicelo ekubeni agqibe lonke ulungiso lwangaphakathi ngokwemigqaliselo yecandelo 7 (c) lomThetho (cima nokuba yeyiphi engangeniyo)
APHO umfaki sicelo afuna umyalelo oxeliweyo kwisaziso sesindululo.
INGQINA
NDIYAQINISEKISA ukuba iNgqina livumile ukuba liyakwazi kwaye liyakuqonda okuqulethwe kule ngxelo ifungelweyo esayinwe kwaye yafungelwa phambi kwam... ngolu ...suku lwe ...200.
UMKOMISHINALA OFUNGISAYO
